mirror of
https://github.com/scratchfoundation/scratch-l10n.git
synced 2024-12-23 06:02:42 -05:00
53 lines
No EOL
3.9 KiB
JSON
53 lines
No EOL
3.9 KiB
JSON
{
|
|
"ideas.headerMessage": "uzakwenza ntoni?",
|
|
"ideas.headerButtonMessage": "Khetha isifundo",
|
|
"ideas.gettingStartedTitle": "Ukuqalisa",
|
|
"ideas.gettingStartedText": "Usemtsha kwi Scratch? Zama ukuqalisa ngesifundo.",
|
|
"ideas.tryIt": "Yizame!",
|
|
"ideas.activityGuidesTitle": "Imigaqo yentshukumo",
|
|
"ideas.activityGuidesText": "Ufuna ukwenza ntoni ngeScratch? Ngomsebenzi ngamnye, ungazama iTutorial, ukhuphele iseti yamakhadi okukhowda , okanye ujonge isikhokelo sikaTitshala.",
|
|
"ideas.animateANameTitle": "Nika igama ubomi",
|
|
"ideas.animateANameDescription": "Zisa oonobumba begama lakho ebomini, oonobumba bokuqala, okanye elona gama olithandayo.",
|
|
"ideas.animateACharacterTitle": "Zisa abalinganiswa ebomini.",
|
|
"ideas.animateACharacterDescription": "Zisa abalinganiswa ebomini ngoopopayi.",
|
|
"ideas.makeMusicTitle": "Yenza umculo",
|
|
"ideas.makeMusicDescription": "Khetha izixhobo, yongeza izandi, kwaye ucofe amaqhosha ukudlala umculo.",
|
|
"ideas.createAStoryTitle": "Qweba ibali",
|
|
"ideas.createAStoryDescription": "Khetha abalinganiswa, yongeza incoko, kwaye uzise ibali lakho ebomini.",
|
|
"ideas.chaseGameTitle": "Yenza umdlalo wokuleqa",
|
|
"ideas.chaseGameDescription": "Yenza umdlalo apho uleqa khona umlinganiswa ukuze ufumane amanqaku.",
|
|
"ideas.videoSensingTitle": "Ukuva ivideo",
|
|
"ideas.videoSensingDescription": "Sebenzisana neprojekthi usebenzisa ulwandiso lweSensing yeVidyo",
|
|
"ideas.seeAllTutorials": "Bona Zonke izifundi",
|
|
"ideas.cardsTitle": "Fumana yonke ingqokelela yamakhadi okukhowda",
|
|
"ideas.cardsText": "Ngamakhadi okuKhowuda akwa-Scratch, ungafunda ukwenza imidlalo yonxibelelanayo, amabali, umculo, oopopayi, kunye nokungaphezulu.",
|
|
"ideas.starterProjectsTitle": "Iiprojekhthi zokuqalisa",
|
|
"ideas.starterProjectsText": "Ungadlala ngeeProjekthi zokuQalisa kwaye uzixube kwakhona ukuze wenze eyakho indalo.",
|
|
"ideas.starterProjectsButton": "Hlola iiProjekthi zokuQala",
|
|
"ideas.tryTheTutorial": "Zama isifundo",
|
|
"ideas.codingCards": "Amakhadi okukhowda",
|
|
"ideas.educatorGuide": "Isikhokelo sikaTitshala",
|
|
"ideas.desktopEditorHeader": "Ukufaka i-Scratch App kwisixhobo sakho.",
|
|
"ideas.desktopEditorBody": "Ukwenza iiprojekthi ngaphandle qhakamshelwano lwe-Intanethi, unga<a href=\"/download\">faka i-Scratch App kwisixhobo sakho</a>. ",
|
|
"ideas.questionsHeader": "Imibuzo",
|
|
"ideas.questionsBody": "Ingaba unemimye imibuzo? Bona <a href=\"/info/faq\">imibuzo ebuzwa rhoqo </a> okanye undwendwele <a href=\"/discuss/7/\">iForam yoNcedo ngemibhalo</a>.",
|
|
"ideas.cardsPurchase": "Thenga iSeti eprintiweyo",
|
|
"ideas.MakeItFlyTitle": "Yenze ibhabhe",
|
|
"ideas.MakeItFlyDescription": "Khetha namphi na umlinganiswa umeze abhabhe!",
|
|
"ideas.RaceTitle": "Ugqatso oluya ekugqibeni",
|
|
"ideas.RaceDescription": "Yenza umdlalo apho abantu ababini bekhuphisana ngokubaleka..",
|
|
"ideas.HideAndSeekTitle": "Undize",
|
|
"ideas.HideAndSeekDescription": "Yenza umdlalo kandize ngabalinganiswa abavela baphinde banyamalale .",
|
|
"ideas.FashionTitle": "Umdlalo wemfashoni",
|
|
"ideas.FashionDescription": "Yenza umdlalo apho unxibisa umlinganiswa iimpahla nezitayile ezahlukileyo.",
|
|
"ideas.PongTitle": "udlalo we-Pong",
|
|
"ideas.PongDescription": "Yenza umdlalo webhola ebhampayo enezandi, amanqaku, kunye neminye imiphumela.",
|
|
"ideas.ImagineTitle": "Yiba nomfanekisongqondweni wehlabathi",
|
|
"ideas.ImagineDescription": "Yiba nomfanekisongqondweni ngehlabathi apho yonke into ingenzeka .",
|
|
"ideas.DanceTitle": "Masidanise ",
|
|
"ideas.DanceDescription": "Zisa ebomini iqonga umboniso wezilwanyana kubekho nomculo kwanentshukumo yomdaniso.",
|
|
"ideas.CatchTitle": "Bukela umdlalo",
|
|
"ideas.CatchDescription": "Yenza umdlalo apho uganga khona izinto eziwa esibhakabhakeni.",
|
|
"ideas.VirtualPetTitle": "Isilwanyana sasekhaya esisengqondweni",
|
|
"ideas.VirtualPetDescription": "Yenza isilwanyana esisebenzisanayo esinokutya, sisele, kwaye sidlale"
|
|
} |