{ "ideas.headerMessage": "uzakwenza ntoni?", "ideas.headerButtonMessage": "Khetha isifundo", "ideas.gettingStartedTitle": "Ukuqalisa", "ideas.gettingStartedText": "Usemtsha kwi Scratch? Zama ukuqalisa ngesifundo.", "ideas.tryIt": "Yizame!", "ideas.activityGuidesTitle": "Imigaqo yentshukumo", "ideas.activityGuidesText": "Ufuna ukwenza ntoni ngeScratch? Ngomsebenzi ngamnye, ungazama iTutorial, ukhuphele iseti yamakhadi okukhowda , okanye ujonge isikhokelo sikaTitshala.", "ideas.animateANameTitle": "Nika igama ubomi", "ideas.animateANameDescription": "Zisa oonobumba begama lakho ebomini, oonobumba bokuqala, okanye elona gama olithandayo.", "ideas.animateACharacterTitle": "Zisa abalinganiswa ebomini.", "ideas.animateACharacterDescription": "Zisa abalinganiswa ebomini ngoopopayi.", "ideas.makeMusicTitle": "Yenza umculo", "ideas.makeMusicDescription": "Khetha izixhobo, yongeza izandi, kwaye ucofe amaqhosha ukudlala umculo.", "ideas.createAStoryTitle": "Qweba ibali", "ideas.createAStoryDescription": "Khetha abalinganiswa, yongeza incoko, kwaye uzise ibali lakho ebomini.", "ideas.chaseGameTitle": "Yenza umdlalo wokuleqa", "ideas.chaseGameDescription": "Yenza umdlalo apho uleqa khona umlinganiswa ukuze ufumane amanqaku.", "ideas.videoSensingTitle": "Ukuva ivideo", "ideas.videoSensingDescription": "Sebenzisana neprojekthi usebenzisa ulwandiso lweSensing yeVidyo", "ideas.seeAllTutorials": "Bona Zonke izifundi", "ideas.cardsTitle": "Fumana yonke ingqokelela yamakhadi okukhowda", "ideas.cardsText": "Ngamakhadi okuKhowuda akwa-Scratch, ungafunda ukwenza imidlalo yonxibelelanayo, amabali, umculo, oopopayi, kunye nokungaphezulu.", "ideas.starterProjectsTitle": "Iiprojekhthi zokuqalisa", "ideas.starterProjectsText": "Ungadlala ngeeProjekthi zokuQalisa kwaye uzixube kwakhona ukuze wenze eyakho indalo.", "ideas.starterProjectsButton": "Hlola iiProjekthi zokuQala", "ideas.tryTheTutorial": "Zama isifundo", "ideas.codingCards": "Amakhadi okukhowda", "ideas.educatorGuide": "Isikhokelo sikaTitshala", "ideas.desktopEditorHeader": "Ukufaka i-Scratch App kwisixhobo sakho.", "ideas.desktopEditorBody": "Ukwenza iiprojekthi ngaphandle qhakamshelwano lwe-Intanethi, ungafaka i-Scratch App kwisixhobo sakho. ", "ideas.questionsHeader": "Imibuzo", "ideas.questionsBody": "Ingaba unemimye imibuzo? Bona imibuzo ebuzwa rhoqo okanye undwendwele iForam yoNcedo ngemibhalo.", "ideas.cardsPurchase": "Thenga iSeti eprintiweyo", "ideas.MakeItFlyTitle": "Yenze ibhabhe", "ideas.MakeItFlyDescription": "Khetha namphi na umlinganiswa umeze abhabhe!", "ideas.RaceTitle": "Ugqatso oluya ekugqibeni", "ideas.RaceDescription": "Yenza umdlalo apho abantu ababini bekhuphisana ngokubaleka..", "ideas.HideAndSeekTitle": "Undize", "ideas.HideAndSeekDescription": "Yenza umdlalo kandize ngabalinganiswa abavela baphinde banyamalale .", "ideas.FashionTitle": "Umdlalo wemfashoni", "ideas.FashionDescription": "Yenza umdlalo apho unxibisa umlinganiswa iimpahla nezitayile ezahlukileyo.", "ideas.PongTitle": "udlalo we-Pong", "ideas.PongDescription": "Yenza umdlalo webhola ebhampayo enezandi, amanqaku, kunye neminye imiphumela.", "ideas.ImagineTitle": "Yiba nomfanekisongqondweni wehlabathi", "ideas.ImagineDescription": "Yiba nomfanekisongqondweni ngehlabathi apho yonke into ingenzeka .", "ideas.DanceTitle": "Masidanise ", "ideas.DanceDescription": "Zisa ebomini iqonga umboniso wezilwanyana kubekho nomculo kwanentshukumo yomdaniso.", "ideas.CatchTitle": "Bukela umdlalo", "ideas.CatchDescription": "Yenza umdlalo apho uganga khona izinto eziwa esibhakabhakeni.", "ideas.VirtualPetTitle": "Isilwanyana sasekhaya esisengqondweni", "ideas.VirtualPetDescription": "Yenza isilwanyana esisebenzisanayo esinokutya, sisele, kwaye sidlale" }