mirror of
https://github.com/scratchfoundation/scratch-l10n.git
synced 2024-12-23 06:02:42 -05:00
17 lines
No EOL
1.9 KiB
JSON
17 lines
No EOL
1.9 KiB
JSON
{
|
||
"guidelines.title": "Imigaqo yoluntu lwe- Scratch",
|
||
"guidelines.header": "Sidinga uncedo lomntu wonke ukuze sigcine uluntu lwe-Scratch kwindawo enobuhlobo noluyilayo apho abantu abaneemvelaphi ezahlukeneyo kunye nemidla baziva bamkelekile",
|
||
"guidelines.respectheader": "Hlonipha",
|
||
"guidelines.respectbody": "Xa usabelana ngeeprojekthi okanye unikeza uluvo, khumbula ukuba abantu beminyaka emininzi eyahlukeneyo kwa nemvelaphi baya kuyibona into owabelene ngayo.",
|
||
"guidelines.constructiveheader": "Yakha",
|
||
"guidelines.constructivebody": "Xa unikeza uluvo kwiiprojekthi zabanye, chaza into oyithandayo ngayo unike iingcebiso",
|
||
"guidelines.shareheader": "Yabelana",
|
||
"guidelines.sharebody": "Ukhululekile ukuxuba okutsha iiprojekthi, izimvo, imifanekiso, okanye nayiphina na into oyifumana ku-Scratch – kwaye nabani na angasebenzisa nantoni na owabelana ngayo. Qiniseka ukuba unika ikhredith xa uxuba okutsha. ",
|
||
"guidelines.privacyheader": "Gcina bucala iinkcukacha ngomntu.",
|
||
"guidelines.privacybody": "Ngenxa yezizathu zokhuseleko, musa ukunikeza ngaphandle naziphi na iinkcukacha ezinokusetyenziselwa kunxibelelwano lwabucala- njengamagama okugqibela wenene, iinombolo zefowuni, iidilesi, iidilesi ze-imeyile, amakhonkco kumakhasi onxibelelwano asekuhlaleni okanye kwiiwebhusayithi ezinengxoxo engalungiselelwanga.",
|
||
"guidelines.honestyheader": "Nyaniseka",
|
||
"guidelines.honestybody": "Ungazami ukuzenza ezinye i-Scratchers, usasaze amarhe, okanye kungenjalo uzame ukukhohlisa uluntu.",
|
||
"guidelines.friendlyheader": "Nceda ekugcineni isiza sinobuhlobo.",
|
||
"guidelines.friendlybody": "Ukuba ucinga ukuba iprojekthi okanye uluvo, luthetha kakubi, luyathuka, lunobundlobongela, okanye alufanelanga, cofa u \"Report\" usazise ngayo.",
|
||
"guidelines.footer": "U-Scratch wamkela abantu bayo yonke iminyaka, ubuhlanga, ubumi, iinkolo, ubuchule, inkanuko yesini, kunye nesazisi ngobuni."
|
||
} |