scratch-l10n/www/scratch-website.guidelines-l10njson/xh.json

17 lines
No EOL
1.9 KiB
JSON
Raw Blame History

This file contains ambiguous Unicode characters

This file contains Unicode characters that might be confused with other characters. If you think that this is intentional, you can safely ignore this warning. Use the Escape button to reveal them.

{
"guidelines.title": "Imigaqo yoluntu lwe- Scratch",
"guidelines.header": "Sidinga uncedo lomntu wonke ukuze sigcine uluntu lwe-Scratch kwindawo enobuhlobo noluyilayo apho abantu abaneemvelaphi ezahlukeneyo kunye nemidla baziva bamkelekile",
"guidelines.respectheader": "Hlonipha",
"guidelines.respectbody": "Xa usabelana ngeeprojekthi okanye unikeza uluvo, khumbula ukuba abantu beminyaka emininzi eyahlukeneyo kwa nemvelaphi baya kuyibona into owabelene ngayo.",
"guidelines.constructiveheader": "Yakha",
"guidelines.constructivebody": "Xa unikeza uluvo kwiiprojekthi zabanye, chaza into oyithandayo ngayo unike iingcebiso",
"guidelines.shareheader": "Yabelana",
"guidelines.sharebody": "Ukhululekile ukuxuba okutsha iiprojekthi, izimvo, imifanekiso, okanye nayiphina na into oyifumana ku-Scratch kwaye nabani na angasebenzisa nantoni na owabelana ngayo. Qiniseka ukuba unika ikhredith xa uxuba okutsha. ",
"guidelines.privacyheader": "Gcina bucala iinkcukacha ngomntu.",
"guidelines.privacybody": "Ngenxa yezizathu zokhuseleko, musa ukunikeza ngaphandle naziphi na iinkcukacha ezinokusetyenziselwa kunxibelelwano lwabucala- njengamagama okugqibela wenene, iinombolo zefowuni, iidilesi, iidilesi ze-imeyile, amakhonkco kumakhasi onxibelelwano asekuhlaleni okanye kwiiwebhusayithi ezinengxoxo engalungiselelwanga.",
"guidelines.honestyheader": "Nyaniseka",
"guidelines.honestybody": "Ungazami ukuzenza ezinye i-Scratchers, usasaze amarhe, okanye kungenjalo uzame ukukhohlisa uluntu.",
"guidelines.friendlyheader": "Nceda ekugcineni isiza sinobuhlobo.",
"guidelines.friendlybody": "Ukuba ucinga ukuba iprojekthi okanye uluvo, luthetha kakubi, luyathuka, lunobundlobongela, okanye alufanelanga, cofa u \"Report\" usazise ngayo.",
"guidelines.footer": "U-Scratch wamkela abantu bayo yonke iminyaka, ubuhlanga, ubumi, iinkolo, ubuchule, inkanuko yesini, kunye nesazisi ngobuni."
}