scratch-l10n/www/scratch-website.download-l10njson/xh.json

56 lines
No EOL
7.3 KiB
JSON

{
"download.appTitle": "Faka i-Scratch App kwifowuni okanye kwikhompyutha yakho",
"download.appIntro": "Ungathanda ukwenza nokugcina iprojekthi ze -Scratch ungasebenzisanga uqhagamshelwano lwe internet? Faka i-Scratch App simahla.",
"download.requirements": "Okufunekayo",
"download.imgAltDownloadIllustration": "Umfanekiso othathwe kwiskrini se Desktop we Scratch 3.0",
"download.troubleshootingTitle": "FAQ",
"download.startScratchDesktop": "Qala i-Scratch Desktop",
"download.howDoIInstall": "Ndiyifaka njani i-Scratch Desktop ?",
"download.whenSupportLinuxApp": "Uza kuba nayo nini i-app yeScratch ifumaneke kuLinux ?",
"download.whenSupportLinux": "Uza kuba naso nini i-Scratch Desktop kuLinux ?",
"download.supportLinuxAnswer": "i-Scratch Desktop kuLinux asixhaswa okwangoku. Sisebenzisana namaqabane kwakunye noluntu olunikeza ukwazi oluvulekileyo ukujonga ukuba ikhona na indlela esinokuxhasa ngayo iLinux kwilixa elizayo . Hlala umamele !",
"download.whenSupportLinuxAppAnswer": "i-Scratch app kuLinux asixhaswa ku Lunix okwangoku. Sisebenzisana namaqabane kwakunye noluntu olunikeza ukwazi oluvulekileyo ukujonga ukuba ikhona na indlela esinokuxhasa ngayo iLinux kwilixa elizayo . Hlala umamele !",
"download.supportChromeOS": "Uza kuba naso nini i-Scratch Destop kwincwadi zeChrome ?",
"download.supportChromeOSAnswer": "i-Scratch Desktop kwincwadi zeChrome asikabikho okwangoku. Sisabenza kuso kwaye silindlele ukusikhupha kamva ku 2019.",
"download.olderVersionsTitle": "Iinguqulelo ezindala",
"download.olderVersions": "Ukhangela inguqulelo entshana ka-Scratch ?",
"download.scratch1-4Desktop": "i-Scratch 1.4",
"download.scratch2Desktop": "umhleli wei-Scratch 2.0 i- Offline ",
"download.cannotAccessMacStore": "Kwenzekanii ukuba andikwazi kufikelela kwivenkile ye Mac App ?",
"download.cannotAccessWindowsStore": "Kwenzekani ukuba andikwazi kufikelela kwivenkile ye Microsoft ?",
"download.macMoveAppToApplications": "Vula ifayiile ye-dmg .Fudusela i-Scratch 3 kwi Applications.",
"download.macMoveToApplications": "Vula ifayile i-dmg . Fudusela i-Scratch Desktop kwi Applications.",
"download.winMoveToApplications": "Qalisa ifayile ye. exe.",
"download.doIHaveToDownload": "Kufuneka ndifake -Scratch app ukuze ndikwazi ukusebenzisa i-Scratch ?",
"download.doIHaveToDownloadAnswer": "Hayi. Ungasebenzisa umhleli i-Scratch project kuninzi lwezikhangeli zewebhu kwizixhobo ezininzi zetekhnoloji ngokuya nje ku-scratch.mit.edu ze ucofe u- \"Create\"",
"download.canIUseScratchLink": "Ingaba ndiyakwazi ukusebenzisa u-Scratch Link ukuqhagamshelana nezandiso?",
"download.canIUseScratchLinkAnswer": "Ewe, Kodwa ke uyakudinga ukuqhagamshelano lwe intanethi ukusebenzisa i-Scratch Link.",
"download.canIUseExtensions": "Ingaba ndiyakwazi ukuqhagamshelana kwizandiso ze -hardware ?",
"download.canIUseExtensionsAnswer": " Ewe. Nge -Scratch app ungaqhagamshelana kwizandiso, kwaye awudingi i- Scratch Link .",
"download.howConnectHardwareDevices": "Ndisisebenzisa njani i-Scratch app ukuqhagamshela i-hardware nezixhobo zetekhnoloji",
"download.howConnectHardwareDevicesAnswerLink": "Kuza kufuneka ufake i-Scratch Link ukuqhagamshelana nezixhobo ze - hardware xa usebenzisa i-Scratch app kwi -{operatingsystem} Uza kudinga i-intanethi xa ufuna ukuqhagamshelana ze usebenzise \n i-Scratch Link.",
"download.howConnectHardwareDevicesAnswerApp": "nge-Scratch app ungaqhagamshelana nezixhobo ze- hardware njenge -micro:bit okanye i-LEGO Boost. Xa usebenzisa i-Scratch app kwi -{operatingsystem}, awudingi i -Scratch Link.",
"download.desktopAndBrowser": "Ndiyakwazi ukusebenzisa i- Scratch Desktop ze ndiphinde kwakhona ndivule i -Scratch kwisikhangeli sewebhu? ",
"download.appAndBrowser": "Ndiyakwazi ukusebenzisa i- Scratch app ze ndiphinde ndivule i -Scratch kwisikhangeli sewebhu? ",
"download.yesAnswer": "Ewe.",
"download.onPhone": "Ndingkwazi ukufaka i-Scratch kwifowni yam ye Android?",
"download.onPhoneAnswer": "Hayi. Le nguqulelo ikhoyo ye -Scratch kwi-Android isebenza kwithabulethi kuphela .",
"download.howUpdateApp": "Ndiysihlaziya njani i-Scratch app?",
"download.howUpdateAppAnswerPlayStore": "Vula ivenkile kwi-Google Play uijonge uhlaziyo.. Ukuba okufakelwayo kulawulwa ngabaphathi besikolo, kuyakufuneka bahlaziye ze baqinisekise ikuba olo hlaziyo luyafumaneka kwizixhobo zetekhnoloji..",
"download.howUpdateAppAnswerDownload": "Ukuhlaziya i-Scratch kwi- {operatingsystem} kweli phepha, fumana uguqulelo lwamva nje ze ulufake. Ukujonga ukuba loluphi uguqulelo onalo, cofa kwi- Scratch logo kule -app oyifakileyo.",
"download.canIShare": "Ndiyakwazi ukwabelana nge -Scratch Desktop?",
"download.canIShareAnswer": "Oku akuxhaswanga okwalo mzuzu. Okwangoku ungagcina iprokjethi evela kwi-Scratch Desktop, uyithumele kwi-akhawunt yakho ye-Sratch wabelane apho ngayo. Kwinguqulelo yakamva sizakongeza ukukuxhobisa ukuba ukwzi ukuthumela i-akhawunti ngqo kwi-Scratch Desktop.",
"download.canIShareApp": "Ndingakwazi ukwabelana noluntu olukwi-intanethi kwi-Scratch app kwi-{operatingsystem}?",
"download.canIShareAnswerPlayStore": "Ewe . Cofa la machaphaza ma-3 akwi-menu kwiprojekthi le ekwi-lobby ze ukhethe u- \"Share\" .Ukongeza ekwabelaneni nge imeyl ungangena kwi akhawnt yakho ye Scratch wabelane nge prowjekhth noluntu olukwi intaneth.",
"download.canIShareAnswerDownloaded": "Ukwabelana nqo noluntu olukwi-intanethi nge-Scratch app nge- {operatingsystem} akuxhaswanga okwangoku. Okwangoku , ungalindela i-projekthi evela kwi-Scratch app, ze ungene kwi -Scratch website, uthumele ze wabelane ngeprojekthi yakho apho. ",
"download.whyNoDevicesVisible": "Kutheni i- Scratch singabonakalisi zixhobo\n zetekhnoloji xa ndizama ukuqhagamshelana nezandiso ze -hardware ?",
"download.whyNoDevicesVisibleAnswer": "Sifumanise ukuba ngokujija i-{devicePosessive} bluetooth uyivula uyicima kwizilungiselelo ze system kuvamise ukukukuvumela ukuba ubone izixhobo ze-hardware kwakhona. Ukuba iyaqhubekeka, khangela ukuba iinkonzo zendawo ziyasebenza kwisixhobo sakho.Ukuba usaqhubekeka ngokungaziboni izixhobo , nceda{whyNoDevicesContactUsLink}.",
"download.whyNoDevicesContactUsLink": "Qhagamshelana nathi.",
"download.chromebookPossessive": "Iincwadi ze -Chrome.",
"download.androidPossessive": "Ithabhulethi ze-Android.",
"download.whyAskForLocation": "Kutheni i-{operatingsystem} icela indawo endikuyo?",
"download.whyAskForLocationAnswer": "I-Scratch sisebenzisa ibluetooth ukunxibelelana nezinye izixhobo zetekhnoloji, ezinjenge-micro: bit okanye i-LEGO BOOST. I-Bluetooth inokusetyenziselwa ukubonelela ngedatha yendawo kwi app, ngakooko uGoogle ufuna ukuba zonke ii-app esebenzisa i-bluetooth zicele imvume yokufikelela kwindawo abakuyo. I-Scratch asiyi kusebenzisa i-bluetooth ukukhangela indawo okuyo.",
"download.whereProjectStored": "I- Scratch App siizigcina phi iprojekthi zam?",
"download.whereProjectStoredAnswer": "Iiprojekthi zigcinwa ngaphakathi kwi-app. Ukuthumela ngaphandle ifayile yeprojekthi, cofa kwimenyu yamachaphaza ama-3 kwaye ukhethe u- \"Share\". Kwiskrini esilandelayo khetha u- \"export \". Ukukhetha okubonakalayo kuxhomekeke kwizicelo ezifakwe kwisixhobo sakho se intanethi. Ukukhetha okuxhaphakileyo yiGoogle Drayivu, iifayile kunye ne-imeyil.",
"download.iconAltText": "faka"
}