{ "guidelines.title": "Imigaqo yoluntu lwe- Scratch", "guidelines.header": "Sidinga uncedo lomntu wonke ukuze sigcine uluntu lwe-Scratch kwindawo enobuhlobo noluyilayo apho abantu abaneemvelaphi ezahlukeneyo kunye nemidla baziva bamkelekile", "guidelines.respectheader": "Hlonipha", "guidelines.respectbody": "Xa usabelana ngeeprojekthi okanye unikeza uluvo, khumbula ukuba abantu beminyaka emininzi eyahlukeneyo kwa nemvelaphi baya kuyibona into owabelene ngayo.", "guidelines.constructiveheader": "Yakha", "guidelines.constructivebody": "Xa unikeza uluvo kwiiprojekthi zabanye, chaza into oyithandayo ngayo unike iingcebiso", "guidelines.shareheader": "Yabelana", "guidelines.sharebody": "Ukhululekile ukuxuba okutsha iiprojekthi, izimvo, imifanekiso, okanye nayiphina na into oyifumana ku-Scratch – kwaye nabani na angasebenzisa nantoni na owabelana ngayo. Qiniseka ukuba unika ikhredith xa uxuba okutsha. ", "guidelines.privacyheader": "Gcina bucala iinkcukacha ngomntu.", "guidelines.privacybody": "Ngenxa yezizathu zokhuseleko, musa ukunikeza ngaphandle naziphi na iinkcukacha ezinokusetyenziselwa kunxibelelwano lwabucala- njengamagama okugqibela wenene, iinombolo zefowuni, iidilesi, iidilesi ze-imeyile, amakhonkco kumakhasi onxibelelwano asekuhlaleni okanye kwiiwebhusayithi ezinengxoxo engalungiselelwanga.", "guidelines.honestyheader": "Nyaniseka", "guidelines.honestybody": "Ungazami ukuzenza ezinye i-Scratchers, usasaze amarhe, okanye kungenjalo uzame ukukhohlisa uluntu.", "guidelines.friendlyheader": "Nceda ekugcineni isiza sinobuhlobo.", "guidelines.friendlybody": "Ukuba ucinga ukuba iprojekthi okanye uluvo, luthetha kakubi, luyathuka, lunobundlobongela, okanye alufanelanga, cofa u \"Report\" usazise ngayo.", "guidelines.footer": "U-Scratch wamkela abantu bayo yonke iminyaka, ubuhlanga, ubumi, iinkolo, ubuchule, inkanuko yesini, kunye nesazisi ngobuni." }