{
    "addToStudio.title": "Yongeza estudiyo",
    "addToStudio.finishing": "iyaqibezela.....",
    "addToStudio.inviteUser": "Mema umsebenzisi ukuba ongeze kwi studiyo",
    "project.titleMaxLength": "Isihloko side kakhulu",
    "project.musicExtensionChip": "Umculo",
    "project.penExtensionChip": "Usiba",
    "project.text2SpeechChip": "Umbhalo ukuya kwintetho",
    "project.translateChip": "Tolika",
    "project.videoSensingChip": "Ukuva ividyo",
    "project.needsConnection": "Uqhagamshelwano lweemfuno",
    "project.comments.header": "Iizimvo",
    "project.comments.toggleOff": "Izimvo zicinyiwe",
    "project.comments.toggleOn": "Izimvo zivuliwe",
    "project.comments.turnedOff": "Commenting for this project has been turned off.",
    "project.comments.turnedOffGlobally": "Project comments across Scratch are turned off, but don't worry, your comments are saved and will be back soon.",
    "project.share.notShared": "  Le projekth akwabelwananga ngayo — ngako oko ke nguwe kuphela onokuyibona. Cofa u-share ukwenza wonke umntu ayibone!",
    "project.share.sharedLong": "Siyavuyisana nawe ngokwabelana ngeprojekth yakho! Abanye bangayizama ngoku, banike izimvo, kwaye bayixube okutshaa.",
    "project.share.sharedShort": "IProjekth yakho kwabelwene ngayo ngoku",
    "project.share.shareButton": "Yabelana",
    "project.seeInsideButton": "Bona ngaphakathi",
    "project.remix.justRemixed": "\"{title}\"  ixutyweokutsha ngempumelelo. Yongeza i-sprite, yongeza isinxibo, yenza utshintsho ukuyenza eyakho. ",
    "project.remixButton": "Xuba okutsha",
    "project.remixButton.altText": "Gcina ikopi yale projekth kwaye wongeze nezakho izimvo.",
    "project.remixButton.remixing": "Ukuxuba okutsha",
    "project.remixes": "imixube emitsha",
    "project.viewAllInList": "Jonga konke",
    "project.inviteToRemix": "Mema umsebenzisi axube okutsha",
    "project.instructionsLabel": "Imiyalelo",
    "project.notesAndCreditsLabel": "Amanqaku kunye nokuvuma iimisebenzi yabantu",
    "project.credit": "Enkosi kwi {userLink} ngeprojekthi yoqobo  {projectLink}.",
    "project.deletedBanner": "Le projekth ikwifolda yenkunkuma",
    "project.defaultCensoredMessage": "This project was removed by the Scratch Team because it was disrespectful, inappropriate for all ages, or otherwise breaks the Scratch {communityGuidelinesLink}.",
    "project.communityCensoredMessage": "Iprojekth yakho akwabelwananga ngayo okwethutyana kuba abantu abaninzi bayixele njengengafanelekanga",
    "project.willReviewCensoredMessage": "Iqela le-Scratch liza kuyijonga le projekthi ngokusekwe kwi {communityGuidelinesLink},   kwaye libuyisele iprojekthi okanye liqinisekise ngovalo",
    "project.tempCensoredMessage": "Nceda ufunde i- {communityGuidelinesLink}kwaye uqiniseke ukuba uhlela iprojekthi ukuze uqiniseke ukuba iyahlonipha phambi kokuba wabelane ngayo.",
    "project.permCensoredMessage": "Akunakwabelwana ngayo nanini na kwixa elizayo.",
    "project.communityGuidelines": "imigaqo yoluntu",
    "project.moderationInfoLabel": "ulwazi lokumodareyitha",
    "project.numScripts": "{number} imibhalo",
    "project.numSprites": "{number} iziisprite",
    "project.descriptionMaxLength": "Inkcazo inde kakhulu",
    "project.notesPlaceholder": "Uyenze njani le projekth? Usebenzise imibono, imibhalo okanye ubugcisa obuvela kwabanye abantu? Babulele apha",
    "project.descriptionPlaceholder": "Xelela abantu ukuba bayisebenzisa njani iprojekth yakho (njengokucofa awaphi amaqhosha).",
    "project.cloudDataAlert": "Le projekthi isebenzisa idatha yelifu-inqaku elifumaneka kuphela kwizi-Scratchers ezityikityelwe ngaphakathi",
    "project.cloudVariables": "IiVariyebhil ezikhoyo  elifini",
    "project.cloudDataLink": "Bona i-Datha",
    "project.usernameBlockAlert": "Le projekthi iyakwazi ukubona ukuba ngubani oyisebenzisayo, ngokusebenzisa ibhlok \"yegama lomsebenzisi\". Ukufihla isazisi sakho, tyikitya uphume ngaphambi kokusebenzisa iprojekth.",
    "project.inappropriateUpdate": "Hmm ... isixhobo sokukhangela igama elingalunganga sicinga ukuba kukho ingxaki ngombhalo wakho. Nceda uwutshintshe kwaye ukhumbule ukuba nembeko.",
    "project.mutedAddToStudio": "You will be able to add to studios again {inDuration}.",
    "project.cloudDataAndVideoAlert": "For privacy reasons, cloud variables have been disabled in this project because it contains video sensing blocks."
}