{ "addToStudio.title": "Yongeza estudiyo", "addToStudio.finishing": "iyaqibezela.....", "addToStudio.inviteUser": "Mema umsebenzisi ukuba ongeze kwi studiyo", "project.titleMaxLength": "Isihloko side kakhulu", "project.musicExtensionChip": "Umculo", "project.penExtensionChip": "Usiba", "project.text2SpeechChip": "Umbhalo ukuya kwintetho", "project.translateChip": "Tolika", "project.videoSensingChip": "Ukuva ividyo", "project.needsConnection": "Uqhagamshelwano lweemfuno", "project.comments.header": "Iizimvo", "project.comments.toggleOff": "Izimvo zicinyiwe", "project.comments.toggleOn": "Izimvo zivuliwe", "project.comments.turnedOff": "Uxolo, ukupowsta izimvo kuvaliwe kule projekth.", "project.comments.turnedOffGlobally": "Project comments across Scratch are turned off, but don't worry, your comments are saved and will be back soon.", "project.share.notShared": " Le projekth akwabelwananga ngayo — ngako oko ke nguwe kuphela onokuyibona. Cofa u-share ukwenza wonke umntu ayibone!", "project.share.sharedLong": "Siyavuyisana nawe ngokwabelana ngeprojekth yakho! Abanye bangayizama ngoku, banike izimvo, kwaye bayixube okutshaa.", "project.share.sharedShort": "IProjekth yakho kwabelwene ngayo ngoku", "project.share.shareButton": "Yabelana", "project.seeInsideButton": "Bona ngaphakathi", "project.remix.justRemixed": "\"{title}\" ixutyweokutsha ngempumelelo. Yongeza i-sprite, yongeza isinxibo, yenza utshintsho ukuyenza eyakho. ", "project.remixButton": "Xuba okutsha", "project.remixButton.altText": "Gcina ikopi yale projekth kwaye wongeze nezakho izimvo.", "project.remixButton.remixing": "Ukuxuba okutsha", "project.remixes": "imixube emitsha", "project.viewAllInList": "Jonga konke", "project.inviteToRemix": "Mema umsebenzisi axube okutsha", "project.instructionsLabel": "Imiyalelo", "project.notesAndCreditsLabel": "Amanqaku kunye nokuvuma iimisebenzi yabantu", "project.credit": "Enkosi kwi {userLink} ngeprojekthi yoqobo {projectLink}.", "project.deletedBanner": "Le projekth ikwifolda yenkunkuma", "project.defaultCensoredMessage": "Le projekth isuswe liQela le-Scratch kuba ibingenantlonipho, ingafanelekanga kuyo yonke iminyaka, okanye kungenjalo yaphula imigaqo zabahlali beScratch.", "project.communityCensoredMessage": "Iprojekth yakho akwabelwananga ngayo okwethutyana kuba abantu abaninzi bayixele njengengafanelekanga", "project.willReviewCensoredMessage": "Iqela le-Scratch liza kuyijonga le projekthi ngokusekwe kwi {communityGuidelinesLink}, kwaye libuyisele iprojekthi okanye liqinisekise ngovalo", "project.tempCensoredMessage": "Nceda ufunde i- {communityGuidelinesLink}kwaye uqiniseke ukuba uhlela iprojekthi ukuze uqiniseke ukuba iyahlonipha phambi kokuba wabelane ngayo.", "project.permCensoredMessage": "Akunakwabelwana ngayo nanini na kwixa elizayo.", "project.communityGuidelines": "imigaqo yoluntu", "project.moderationInfoLabel": "ulwazi lokumodareyitha", "project.numScripts": "{number} imibhalo", "project.numSprites": "{number} iziisprite", "project.descriptionMaxLength": "Inkcazo inde kakhulu", "project.notesPlaceholder": "Uyenze njani le projekth? Usebenzise imibono, imibhalo okanye ubugcisa obuvela kwabanye abantu? Babulele apha", "project.descriptionPlaceholder": "Xelela abantu ukuba bayisebenzisa njani iprojekth yakho (njengokucofa awaphi amaqhosha).", "project.cloudDataAlert": "Le projekthi isebenzisa idatha yelifu-inqaku elifumaneka kuphela kwizi-Scratchers ezityikityelwe ngaphakathi", "project.cloudVariables": "IiVariyebhil ezikhoyo elifini", "project.cloudDataLink": "Bona i-Datha", "project.usernameBlockAlert": "Le projekthi iyakwazi ukubona ukuba ngubani oyisebenzisayo, ngokusebenzisa ibhlok \"yegama lomsebenzisi\". Ukufihla isazisi sakho, tyikitya uphume ngaphambi kokusebenzisa iprojekth.", "project.inappropriateUpdate": "Hmm ... isixhobo sokukhangela igama elingalunganga sicinga ukuba kukho ingxaki ngombhalo wakho. Nceda uwutshintshe kwaye ukhumbule ukuba nembeko." }